Daniyeli 9:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Uthe usaqala nje ukubongoza kwaphuma ilizwi, yaye mna ndize kukuchazela ngalo, kuba ungonqweneleka kakhulu.+ Ngoko nikela ingqalelo+ koku, uze uwuqonde lo mbono.
23 Uthe usaqala nje ukubongoza kwaphuma ilizwi, yaye mna ndize kukuchazela ngalo, kuba ungonqweneleka kakhulu.+ Ngoko nikela ingqalelo+ koku, uze uwuqonde lo mbono.