Daniyeli 10:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yathi kum: “Daniyeli, wena ndoda inqweneleka kakhulu,+ phakama ume apho ubumi khona, uze uwagqale la mazwi ndiza kukuxelela wona,+ kuba ndithunywe kuwe.” Yakutsho ke ndaphakama, ndingcangcazela. Daniyeli 10:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Wandula ke wathi: “Musa ukoyika,+ ndoda inqweneleka kakhulu.+ Ngamana ungaba noxolo.+ Yomelela, ewe, yomelela.”+ Akuba etshilo ndomelela ndaza ekugqibeleni ndathi: “Ungathetha nkosi yam,+ kuba undomelezile.”+
11 Yathi kum: “Daniyeli, wena ndoda inqweneleka kakhulu,+ phakama ume apho ubumi khona, uze uwagqale la mazwi ndiza kukuxelela wona,+ kuba ndithunywe kuwe.” Yakutsho ke ndaphakama, ndingcangcazela.
19 Wandula ke wathi: “Musa ukoyika,+ ndoda inqweneleka kakhulu.+ Ngamana ungaba noxolo.+ Yomelela, ewe, yomelela.”+ Akuba etshilo ndomelela ndaza ekugqibeleni ndathi: “Ungathetha nkosi yam,+ kuba undomelezile.”+