Daniyeli 7:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 “Iphela apho ke le nkcazelo. Mna ke, Daniyeli, iingcamango zam zandothusa kakhulu, kangangokuba nebala lolusu lwam laguquka; kodwa yona le nkcazelo ndayigcina entliziyweni yam.”+ Daniyeli 10:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Wasuka othile ofana noonyana babantu wachukumisa imilebe yam,+ ndaza ndawuvula umlomo wam ndathetha+ ndathi kulowo wayemi phambi kwam: “Owu nkosi yam,+ lo mbono unditsho ndonganyelwa kukoyika, ndaphelelwa nangamandla.+
28 “Iphela apho ke le nkcazelo. Mna ke, Daniyeli, iingcamango zam zandothusa kakhulu, kangangokuba nebala lolusu lwam laguquka; kodwa yona le nkcazelo ndayigcina entliziyweni yam.”+
16 Wasuka othile ofana noonyana babantu wachukumisa imilebe yam,+ ndaza ndawuvula umlomo wam ndathetha+ ndathi kulowo wayemi phambi kwam: “Owu nkosi yam,+ lo mbono unditsho ndonganyelwa kukoyika, ndaphelelwa nangamandla.+