Yeremiya 6:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Phulaphula, mhlaba! Yabona, ndisizisela intlekele esi sizwana+ njengesiqhamo seengcamango zaso,+ kuba asinikelanga ngqalelo kuwo amazwi am; nomthetho wam—sawugatya.”+ Yeremiya 26:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 ngokuphulaphula amazwi abakhonzi bam abaprofeti, endibathumela kuni, ndide ndivuke ekuseni ndize ndibathumele, eningabaphulaphulanga,+ IZenzo 28:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kuba intliziyo yesi sizwana iye yalukhuni, sivile ngeendlebe zaso, asasabela, sawavala amehlo aso; ukuze singaze sibone ngamehlo aso kwaye singeva ngeendlebe zaso yaye singaqondi ngeentliziyo zaso size sibuye, ndisiphilise.”’+
19 Phulaphula, mhlaba! Yabona, ndisizisela intlekele esi sizwana+ njengesiqhamo seengcamango zaso,+ kuba asinikelanga ngqalelo kuwo amazwi am; nomthetho wam—sawugatya.”+
5 ngokuphulaphula amazwi abakhonzi bam abaprofeti, endibathumela kuni, ndide ndivuke ekuseni ndize ndibathumele, eningabaphulaphulanga,+
27 Kuba intliziyo yesi sizwana iye yalukhuni, sivile ngeendlebe zaso, asasabela, sawavala amehlo aso; ukuze singaze sibone ngamehlo aso kwaye singeva ngeendlebe zaso yaye singaqondi ngeentliziyo zaso size sibuye, ndisiphilise.”’+