1 Kronike 29:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Waza uDavide waqhubeka wathi kulo lonke ibandla:+ “Khanibonge,+ uYehova uThixo wenu.” Yaye lonke ibandla lambonga+ uYehova uTHIXO wookhokho balo laza laqubuda+ kuYehova nakukumkani. INdumiso 34:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Ndiya kumbonga uYehova ngamaxesha onke;+Indumiso yakhe iya kuba semlonyeni wam rhoqo.+ INdumiso 72:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Makabongwe uYehova uThixo, uThixo kaSirayeli,+Nguye yedwa owenza imisebenzi emangalisayo.+ INdumiso 113:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngamana igama likaYehova lingabongwa+Ukususela ngoku kuse phambili nakwixesha elingenammiselo.+
20 Waza uDavide waqhubeka wathi kulo lonke ibandla:+ “Khanibonge,+ uYehova uThixo wenu.” Yaye lonke ibandla lambonga+ uYehova uTHIXO wookhokho balo laza laqubuda+ kuYehova nakukumkani.