Mateyu 24:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Kuba uhlanga luya kuvukelana nohlanga+ nobukumkani buvukelane nobukumkani,+ yaye kuya kubakho ukunqongophala kokutya+ neenyikima zomhlaba+ kwiindawo ngeendawo. Luka 21:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 ngokuba yimihla yokuphunyezwa kokusesikweni leyo, ukuze kuzaliseke konke okubhaliweyo.+ Luka 21:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 yaye siya kuwa ngohlangothi lwekrele size sikhokelelwe kuzo zonke iintlanga sithinjiwe;+ neYerusalem iya kunyathelwa ziintlanga, ade azaliseke amaxesha amisiweyo+ eentlanga.
7 “Kuba uhlanga luya kuvukelana nohlanga+ nobukumkani buvukelane nobukumkani,+ yaye kuya kubakho ukunqongophala kokutya+ neenyikima zomhlaba+ kwiindawo ngeendawo.
24 yaye siya kuwa ngohlangothi lwekrele size sikhokelelwe kuzo zonke iintlanga sithinjiwe;+ neYerusalem iya kunyathelwa ziintlanga, ade azaliseke amaxesha amisiweyo+ eentlanga.