Mateyu 27:51 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 51 Kwaye, khangela! ikhuselo+ lengcwele lakrazuka kubini, ukusuka phezulu ukusa ezantsi,+ wanyikima umhlaba, nolwalwa lwahlukana.+ 2 Korinte 5:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngenxa yoko ukuba nabani na umanyene noKristu, usisidalwa esitsha;+ izinto ezindala zidlule,+ khangela! kuye kwabakho izinto ezintsha.+ Hebhere 9:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 wangena, kungekhona ngegazi+ leebhokhwe nelamathole eenkomo aziinkunzi, kodwa ngelakhe igazi,+ kwaba kanye kwindawo engcwele waza wasizuzela intlangulo engunaphakade.+ Hebhere 10:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kungenxa yale “ntando”+ yakhe le nto siye sangcwaliswa+ ngokunikelwa+ komzimba kaYesu Kristu kwaba kanye.+
51 Kwaye, khangela! ikhuselo+ lengcwele lakrazuka kubini, ukusuka phezulu ukusa ezantsi,+ wanyikima umhlaba, nolwalwa lwahlukana.+
17 Ngenxa yoko ukuba nabani na umanyene noKristu, usisidalwa esitsha;+ izinto ezindala zidlule,+ khangela! kuye kwabakho izinto ezintsha.+
12 wangena, kungekhona ngegazi+ leebhokhwe nelamathole eenkomo aziinkunzi, kodwa ngelakhe igazi,+ kwaba kanye kwindawo engcwele waza wasizuzela intlangulo engunaphakade.+
10 Kungenxa yale “ntando”+ yakhe le nto siye sangcwaliswa+ ngokunikelwa+ komzimba kaYesu Kristu kwaba kanye.+