Eksodus 26:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 “Uze wenze ikhuselo+ ngemisonto eluhlaza nangoboya obudaywe bamfusa bubomvu nangomchako omfusa nangelinen ecikizekileyo, ephothiweyo. Wolenzela iikherubhi,+ uziluke ngobugcisa. Hebhere 9:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kodwa ngemva kwekhuselo+ lesibini kwakukho icandelo lentente elibizwa ngokuthi “eYona Ngcwele.”+ Hebhere 10:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 leyo ayisungule ngenxa yethu njengendlela entsha nephilayo ngalo ikhuselo,+ oko kukuthi, inyama yakhe,+
31 “Uze wenze ikhuselo+ ngemisonto eluhlaza nangoboya obudaywe bamfusa bubomvu nangomchako omfusa nangelinen ecikizekileyo, ephothiweyo. Wolenzela iikherubhi,+ uziluke ngobugcisa.
20 leyo ayisungule ngenxa yethu njengendlela entsha nephilayo ngalo ikhuselo,+ oko kukuthi, inyama yakhe,+