Hezekile 1:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Yaye zona izidalwa eziphilayo zazihamba zize zibuye njengombane.+ Mateyu 17:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Yaye wenziwa kumila kumbi phambi kwabo, ubuso bakhe bakhanya njengelanga,+ nezambatho zakhe zangaphezulu zaqaqamba njengokukhanya.+
2 Yaye wenziwa kumila kumbi phambi kwabo, ubuso bakhe bakhanya njengelanga,+ nezambatho zakhe zangaphezulu zaqaqamba njengokukhanya.+