Daniyeli 5:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ngangobukhulu awayebunikiwe, wayesoyikwa, engcangcazelelwa zizo zonke izizwana, neentlanga, neelwimi.+ Wayembulala lowo athanda ukumbulala; ambethe lowo athanda ukumbetha; amphakamise lowo athanda ukumphakamisa; amthobe lowo athanda ukumthoba.+
19 Ngangobukhulu awayebunikiwe, wayesoyikwa, engcangcazelelwa zizo zonke izizwana, neentlanga, neelwimi.+ Wayembulala lowo athanda ukumbulala; ambethe lowo athanda ukumbetha; amphakamise lowo athanda ukumphakamisa; amthobe lowo athanda ukumthoba.+