Daniyeli 1:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Wathi akuthetha nabo ukumkani, wafumanisa ukuba akukho namnye kubo owayekumgangatho kaDaniyeli, uHananiya, uMishayeli noAzariya;+ baza bona baqhubeka besima phambi kokumkani.+ Daniyeli 2:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngoko uDaniyeli waya kukumkani, wamcela ukuba amphe ixesha lokuba amchazele intsingiselo yalo.+
19 Wathi akuthetha nabo ukumkani, wafumanisa ukuba akukho namnye kubo owayekumgangatho kaDaniyeli, uHananiya, uMishayeli noAzariya;+ baza bona baqhubeka besima phambi kokumkani.+