IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 110:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 110 Utsho uYehova eNkosini yam ukuthi:+

      “Hlala ngasekunene kwam+

      Ndide ndizibeke iintshaba zakho njengesitulo seenyawo zakho.”+

  • Mateyu 24:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Uya kwandula ke umqondiso woNyana womntu+ ubonakale ezulwini, zandule zonke izizwe zomhlaba zizimbambazele zisenza isijwili,+ yaye ziya kumbona uNyana womntu esiza esemafini ezulu enamandla nobuqaqawuli obukhulu.+

  • Hebhere 10:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 elindele ukuba zide iintshaba zakhe zibekwe njengesihlalo seenyawo zakhe.+

  • ISityhilelo 12:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Kwabakho imfazwe ezulwini: UMikayeli+ neengelosi zakhe balwa idabi nenamba, yazilwela nayo inamba kunye neengelosi zayo

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share