Mateyu 25:46 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 46 Kwaye aba baya kumka baye kwintshabalalo engunaphakade,+ kodwa bona abangamalungisa baye ebomini obungunaphakade.”+ Yohane 5:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 baze baphume, abo benze izinto ezilungileyo beze kuvuko lobomi,+ abo baqhelisele izinto ezimbi kuvuko lomgwebo.+ Yohane 6:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 Kuba kuko oku ukuthanda kukaBawo, ukuba wonk’ ubani ombonayo uNyana aze abonise ukholo kuye, abe nobomi obungunaphakade,+ yaye ndiza kumvusa ngomhla wokugqibela.”+
46 Kwaye aba baya kumka baye kwintshabalalo engunaphakade,+ kodwa bona abangamalungisa baye ebomini obungunaphakade.”+
29 baze baphume, abo benze izinto ezilungileyo beze kuvuko lobomi,+ abo baqhelisele izinto ezimbi kuvuko lomgwebo.+
40 Kuba kuko oku ukuthanda kukaBawo, ukuba wonk’ ubani ombonayo uNyana aze abonise ukholo kuye, abe nobomi obungunaphakade,+ yaye ndiza kumvusa ngomhla wokugqibela.”+