Daniyeli 12:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Abaninzi kwabo balele eluthulini lomhlaba baya kuvuka,+ abanye baya kuvukela kubomi obuhlala ngokungenammiselo+ baze abanye bavukele kubomi behlazo nobenyanyekayo bexesha elingenammiselo.+ 2 Petros 2:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 ngoko ke uYehova uyakwazi ukubahlangula esilingweni abantu abanozinikelo lobuthixo,+ kodwa abantu abangengomalungisa ubagcinele imini yomgwebo ukuze banqunyulwe,+
2 Abaninzi kwabo balele eluthulini lomhlaba baya kuvuka,+ abanye baya kuvukela kubomi obuhlala ngokungenammiselo+ baze abanye bavukele kubomi behlazo nobenyanyekayo bexesha elingenammiselo.+
9 ngoko ke uYehova uyakwazi ukubahlangula esilingweni abantu abanozinikelo lobuthixo,+ kodwa abantu abangengomalungisa ubagcinele imini yomgwebo ukuze banqunyulwe,+