IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 47:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ke kaloku, yima ngxi ngoomabophe bakho nangokukhafula kwakho okukhulu,+ oye wabulaleka ngako ukususela ebutsheni bakho; ukuze mhlawumbi ukwazi ukungenelwa, ukuze mhlawumbi wenze abantu bangenwe luloyiko.

  • Daniyeli 2:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Aphendula amaKhaledi phambi kokumkani, athi: “Akukho mntu kulo mhlaba womileyo unokukwazi ukwenza ngokomyalelo kakumkani, njengoko kungekho kumkani uzukileyo narhuluneli yakha yabuza into enjengale kuye nawuphi na umbingeleli oqhelisela umlingo okanye konobugqi okanye kumKhaledi.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share