ABagwebi 8:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Yaye uGidiyon wenza ngazo iefodi,+ wabonisa ngayo esixekweni sakhe iOfra;+ kwaye wonke uSirayeli waqalisa ukuba neentlobano zokuziphatha okubi nayo apho,+ kangangokuba yaba ngumgibe kuGidiyon nakwindlu yakhe.+
27 Yaye uGidiyon wenza ngazo iefodi,+ wabonisa ngayo esixekweni sakhe iOfra;+ kwaye wonke uSirayeli waqalisa ukuba neentlobano zokuziphatha okubi nayo apho,+ kangangokuba yaba ngumgibe kuGidiyon nakwindlu yakhe.+