2 Kronike 7:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 baze abantu bam+ ababizwa ngegama lam+ bazithobe+ bathandaze+ bafune ubuso bam+ yaye babuye ezindleleni zabo ezimbi,+ ke mna ndiya kuva ndisemazulwini+ ndisixolele isono sabo,+ ndiliphilise ilizwe labo.+ Yeremiya 29:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kwaye ngokuqinisekileyo niya kundibiza nize nifike ukuze nithandaze kum, yaye ndiya kuniphulaphula.’+ Hoseya 11:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Uya kuhamba emva koYehova.+ Njengengonyama uya kugquma;+ kuba ngokwakhe uya kugquma,+ yaye oonyana baza kungcangcazela bevela entshona.+
14 baze abantu bam+ ababizwa ngegama lam+ bazithobe+ bathandaze+ bafune ubuso bam+ yaye babuye ezindleleni zabo ezimbi,+ ke mna ndiya kuva ndisemazulwini+ ndisixolele isono sabo,+ ndiliphilise ilizwe labo.+
12 Kwaye ngokuqinisekileyo niya kundibiza nize nifike ukuze nithandaze kum, yaye ndiya kuniphulaphula.’+
10 Uya kuhamba emva koYehova.+ Njengengonyama uya kugquma;+ kuba ngokwakhe uya kugquma,+ yaye oonyana baza kungcangcazela bevela entshona.+