IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 10:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Umnqweno wabalulamileyo ngokuqinisekileyo uya kuwuva,+ Yehova.

      Uya kuyilungisa intliziyo yabo.+

      Uya kunikela ingqalelo ngendlebe yakho,+

  • Isaya 30:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Xa bona kanye abantu eZiyon+ behleli eYerusalem,+ akusayi kuze ulile.+ Nakanjani na uya kukubabala esandini sesikhalo sakho; kamsinya nje akusiva okunene uya kukuphendula.+

  • Daniyeli 9:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Ngoko ndabubhekisa ubuso bam+ kuYehova uTHIXO oyinyaniso, ukuze ndimfune ngomthandazo+ nangezibongozo, ngokuzila ukutya nangamarhonya nangothuthu.+

  • Yohane 9:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Siyazi ukuba uThixo akabaphulaphuli aboni,+ kodwa ukuba nabani na woyika uThixo aze enze ukuthanda kwakhe, uyamphulaphula.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share