Hoseya 11:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Uya kuphuma eYiputa+ engcangcazela njengentaka, nanjengehobe liphuma kwilizwe laseAsiriya;+ yaye ngokuqinisekileyo ndiya kumenza ahlale ezindlwini zakhe,” utsho uYehova.+
11 Uya kuphuma eYiputa+ engcangcazela njengentaka, nanjengehobe liphuma kwilizwe laseAsiriya;+ yaye ngokuqinisekileyo ndiya kumenza ahlale ezindlwini zakhe,” utsho uYehova.+