IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 23:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ngemihla yakhe uYuda uya kusindiswa,+ noSirayeli uya kuhlala ngonqabiseko.+ Yaye uya kubizwa ngokuthi, UYehova UbuBulungisa Bethu.”+

  • Hezekile 28:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 “‘Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Ekuyiqokeleleni kwam ndawonye indlu kaSirayeli kuzo zonke izizwana echithachithwe kuzo,+ ndiza kungcwaliswa phakathi kwayo emehlweni eentlanga.+ Yaye ngokuqinisekileyo iya kuhlala emhlabeni wayo+ endawunika umkhonzi wam, uYakobi.+

  • Hezekile 37:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 “Thetha ke kubo uthi, ‘Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Yabonani, ndithabatha oonyana bakaSirayeli phakathi kweentlanga abaye kuzo, yaye ndiza kubaqokelela ndawonye macala onke ndize ndibazise emhlabeni wabo.+

  • Amosi 9:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Ndiza kubabuyisa abathinjiweyo babantu bam amaSirayeli,+ kwaye okunene baya kwakha izixeko eziphanzileyo baze babe ngabemi bazo,+ batyale izidiliya baze basele iwayini yazo, benze imiyezo baze badle iziqhamo zayo.’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share