Duteronomi 32:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ngokuba umsindo wam unjengomlilo+Yaye uya kuvutha ude use eShiyol, eyeyona ndawo isezantsi,+Uya kuwudla umhlaba nemveliso yawo+Uvuthise neziseko zeentaba.+ 2 Kumkani 17:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngoko ke uYehova waba nomsindo kakhulu+ nxamnye noSirayeli, kangangokuba wamshenxisa phambi kwakhe.+ Akazange ashiye namnye ngaphandle kwesizwe sakwaYuda sodwa.+
22 Ngokuba umsindo wam unjengomlilo+Yaye uya kuvutha ude use eShiyol, eyeyona ndawo isezantsi,+Uya kuwudla umhlaba nemveliso yawo+Uvuthise neziseko zeentaba.+
18 Ngoko ke uYehova waba nomsindo kakhulu+ nxamnye noSirayeli, kangangokuba wamshenxisa phambi kwakhe.+ Akazange ashiye namnye ngaphandle kwesizwe sakwaYuda sodwa.+