Hezekile 16:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ukuzalwa kwakho ke kona, ngemini yokuzalwa kwakho+ ayizange inqunyulwe imfesane yakho, akuzange uhlanjwe nangamanzi ukuze uhlambuluke, yaye akuzange uhlikihlwe konke konke ngetyuwa, ungazange nangayiphi na indlela usongelwe.
4 Ukuzalwa kwakho ke kona, ngemini yokuzalwa kwakho+ ayizange inqunyulwe imfesane yakho, akuzange uhlanjwe nangamanzi ukuze uhlambuluke, yaye akuzange uhlikihlwe konke konke ngetyuwa, ungazange nangayiphi na indlela usongelwe.