Numeri 25:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngoko uSirayeli wazibandakanya noBhahali wasePehore;+ waza wavutha umsindo kaYehova kuSirayeli.+ Duteronomi 4:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 “Nizibonele ngamehlo oko uYehova wakwenzayo kuBhahali wasePehore,+ ukuba uYehova uThixo wenu wambhubhisa phakathi kwenu wonke umntu owayelandela uBhahali wasePehore.+ INdumiso 106:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Bazibandakanya noBhahali wasePehore+Badla imibingelelo yabafileyo.+
3 “Nizibonele ngamehlo oko uYehova wakwenzayo kuBhahali wasePehore,+ ukuba uYehova uThixo wenu wambhubhisa phakathi kwenu wonke umntu owayelandela uBhahali wasePehore.+