Yeremiya 51:43 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 43 Izixeko zayo zibe yinto ekhwankqisayo, ilizwe elingenamanzi nethafa eliyinkqantosi.+ Njengelizwe, akukho mntu uya kuhlala kuzo, kungekho nanyana wamntu uya kudlula kuzo.+
43 Izixeko zayo zibe yinto ekhwankqisayo, ilizwe elingenamanzi nethafa eliyinkqantosi.+ Njengelizwe, akukho mntu uya kuhlala kuzo, kungekho nanyana wamntu uya kudlula kuzo.+