2 Kumkani 17:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 UShalmanesere+ ukumkani waseAsiriya+ wenyuka nxamnye naye, yaye uHosheya waba ngumkhonzi wakhe, wahlawula unikelo+ kuye. Hoseya 5:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 “Yaye uEfrayim wasibona isifo sakhe, noYuda isilonda sakhe.+ Yaye uEfrayim waya kuAsiriya+ waza wathumela kukumkani omkhulu.+ Kodwa yena akakwazanga ukuniphilisa,+ yaye akabanga nako ukusinyanga isilonda senu.+
3 UShalmanesere+ ukumkani waseAsiriya+ wenyuka nxamnye naye, yaye uHosheya waba ngumkhonzi wakhe, wahlawula unikelo+ kuye.
13 “Yaye uEfrayim wasibona isifo sakhe, noYuda isilonda sakhe.+ Yaye uEfrayim waya kuAsiriya+ waza wathumela kukumkani omkhulu.+ Kodwa yena akakwazanga ukuniphilisa,+ yaye akabanga nako ukusinyanga isilonda senu.+