Eksodus 4:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Uze uthi kuFaro, ‘Utsho uYehova ukuthi: “USirayeli ngunyana wam, izibulo lam.+ Mateyu 2:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 wahlala apho de wasweleka uHerode, ukuze kuzaliseke+ oko kwakuthethwe nguYehova ngomprofeti wakhe, esithi: “Ndambiza unyana wam ukuba aphume eYiputa.”+
15 wahlala apho de wasweleka uHerode, ukuze kuzaliseke+ oko kwakuthethwe nguYehova ngomprofeti wakhe, esithi: “Ndambiza unyana wam ukuba aphume eYiputa.”+