IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 7:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ngokuba usisizwana esingcwele kuYehova uThixo wakho.+ Nguwe uYehova uThixo wakho amnyulileyo ukuba abe sisizwana sakhe, abe yinqobo kuye, kwizizwana zonke eziphezu komhlaba.+

  • Duteronomi 14:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Ngokuba usisizwana+ esingcwele kuYehova uThixo wakho, yaye uYehova unyule wena ukuba ube sisizwana sakhe, ube yinqobo+ kuye, kwizizwana zonke eziphezu komhlaba.

  • Yeremiya 31:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Baya kuza belila,+ ndibazise bebongoza becela ubabalo. Ndiya kubahambisa baye ezintlanjeni zamanzi,+ ngendlela elungileyo abangayi kukhutyekiswa kuyo. Kuba ndibe nguYise kaSirayeli;+ ke yena uEfrayim, ulizibulo lam.”+

  • Hoseya 11:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 “Xa uSirayeli wayeyinkwenkwe, ndamthanda,+ yaye ndambiza unyana wam ukuba aphume eYiputa.+

  • Roma 9:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 abangamaSirayeli bona,+ ekukokwabo ukwenziwa oonyana+ nokunikwa uzuko+ neminqophiso+ noMthetho+ nenkonzo engcwele+ nezithembiso;+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share