1 Samuweli 8:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 athi kuye: “Khangela! Wena umdala, kodwa oonyana bakho abahambanga ngeendlela zakho. Ke kaloku simisele ukumkani+ abe ngumgwebi phezu kwethu njengazo zonke iintlanga.”
5 athi kuye: “Khangela! Wena umdala, kodwa oonyana bakho abahambanga ngeendlela zakho. Ke kaloku simisele ukumkani+ abe ngumgwebi phezu kwethu njengazo zonke iintlanga.”