Genesis 41:52 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 52 Waza owesibini wamthiya igama elinguEfrayim,+ kuba wayesithi, “UThixo undenze ndaqhama ezweni leentsizi zam.”+ Genesis 48:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kodwa uyise wala waza wathi: “Ndiyazi, nyana wam, ndiyazi. Naye uya kuba sisizwana yaye naye uya kuba mkhulu.+ Kodwa ke, nangona kunjalo, yena umninawa wakhe uya kuba mkhulu kunaye,+ nenzala yakhe ibe ziintlanga ezininzi.”+
52 Waza owesibini wamthiya igama elinguEfrayim,+ kuba wayesithi, “UThixo undenze ndaqhama ezweni leentsizi zam.”+
19 Kodwa uyise wala waza wathi: “Ndiyazi, nyana wam, ndiyazi. Naye uya kuba sisizwana yaye naye uya kuba mkhulu.+ Kodwa ke, nangona kunjalo, yena umninawa wakhe uya kuba mkhulu kunaye,+ nenzala yakhe ibe ziintlanga ezininzi.”+