Genesis 25:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Waza wathi uYehova kuye: “Kukho iintlanga ezimbini esiswini sakho,+ kuya kwahlukana amaqela amabini eentlanga embilinini wakho;+ elinye iqela lohlanga liya komelela ngakumbi kunelinye iqela lohlanga,+ yaye elikhulu liya kukhonza elincinane.”+ Numeri 1:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 ababhaliswayo kubo besizwe sakwaEfrayim+ baba ngamashumi amane amawaka anamakhulu mahlanu.+ Numeri 1:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 ababhaliswayo kubo besizwe sakwaManase baba ngamashumi amathathu anesibini amawaka anamakhulu mabini.+ Duteronomi 33:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Njengenkunzi yenkomo yamazibulo bunjalo ubungangamsha bakhe,+Ziimpondo zenqu iimpondo zakhe.+Ngazo uya kutyhala izizwana zonke+Ziye esiphelweni somhlaba,Ngamashumi amawaka akwaEfrayim ke lawo,+Ngamawaka akwaManase ke lawo.” Yeremiya 31:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Baya kuza belila,+ ndibazise bebongoza becela ubabalo. Ndiya kubahambisa baye ezintlanjeni zamanzi,+ ngendlela elungileyo abangayi kukhutyekiswa kuyo. Kuba ndibe nguYise kaSirayeli;+ ke yena uEfrayim, ulizibulo lam.”+
23 Waza wathi uYehova kuye: “Kukho iintlanga ezimbini esiswini sakho,+ kuya kwahlukana amaqela amabini eentlanga embilinini wakho;+ elinye iqela lohlanga liya komelela ngakumbi kunelinye iqela lohlanga,+ yaye elikhulu liya kukhonza elincinane.”+
35 ababhaliswayo kubo besizwe sakwaManase baba ngamashumi amathathu anesibini amawaka anamakhulu mabini.+
17 Njengenkunzi yenkomo yamazibulo bunjalo ubungangamsha bakhe,+Ziimpondo zenqu iimpondo zakhe.+Ngazo uya kutyhala izizwana zonke+Ziye esiphelweni somhlaba,Ngamashumi amawaka akwaEfrayim ke lawo,+Ngamawaka akwaManase ke lawo.”
9 Baya kuza belila,+ ndibazise bebongoza becela ubabalo. Ndiya kubahambisa baye ezintlanjeni zamanzi,+ ngendlela elungileyo abangayi kukhutyekiswa kuyo. Kuba ndibe nguYise kaSirayeli;+ ke yena uEfrayim, ulizibulo lam.”+