INdumiso 78:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Kodwa wayenenceba;+ wayezigubungela iziphoso+ aze angonakalisi.+Izihlandlo ezininzi wayewubuyisa umsindo wakhe,+Yaye wayengawuvuseleli umsindo wakhe. Isaya 12:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Yaye ngaloo mini+ ngokuqinisekileyo uya kuthi: “Ndiya kukubulela, Yehova, kuba nangona ubundiqumbele, umsindo wakho uye wabuya,+ waqala ukundithuthuzela.+
38 Kodwa wayenenceba;+ wayezigubungela iziphoso+ aze angonakalisi.+Izihlandlo ezininzi wayewubuyisa umsindo wakhe,+Yaye wayengawuvuseleli umsindo wakhe.
12 Yaye ngaloo mini+ ngokuqinisekileyo uya kuthi: “Ndiya kukubulela, Yehova, kuba nangona ubundiqumbele, umsindo wakho uye wabuya,+ waqala ukundithuthuzela.+