Genesis 6:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngenxa yoko uYehova wabona ukuba ububi bomntu bandile emhlabeni yaye zonke iingcamango+ zentliziyo yakhe zityekele ebubini ngalo lonke ixesha.+ Isaya 13:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yaye ngokuqinisekileyo ndiya kulohlwaya ilizwe elinemveliso+ ngenxa yobubi balo, nesiphoso sabo kwabo bangendawo. Kwaye okunene ndiya kuliyekisa ikratshi labo bakhukhumeleyo, nekratshi loozwilakhe ndiya kulithoba.+
5 Ngenxa yoko uYehova wabona ukuba ububi bomntu bandile emhlabeni yaye zonke iingcamango+ zentliziyo yakhe zityekele ebubini ngalo lonke ixesha.+
11 Yaye ngokuqinisekileyo ndiya kulohlwaya ilizwe elinemveliso+ ngenxa yobubi balo, nesiphoso sabo kwabo bangendawo. Kwaye okunene ndiya kuliyekisa ikratshi labo bakhukhumeleyo, nekratshi loozwilakhe ndiya kulithoba.+