IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 137:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  8 Ntombi yaseBhabhiloni, wena uza kuphangwa,+

      Uya kuba noyolo lowo uya kukuvuza+

      Ngempatho yakho owasiphatha ngayo.+

  • Isaya 24:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Kungenxa yoko le nto isiqalekiso silidle saligqiba ilizwe,+ nabo bangabemi kulo bagqalwa benetyala. Kungenxa yoko le nto abemi belizwe benciphile ngenani, yaye kusele abantu abafayo abambalwa kakhulu.+

  • Yeremiya 51:37
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 37 IBhabhiloni imele ibe yimfumba yamatye,+ isikhundla soodyakalashe,+ into ekhwankqisayo nento yokubethelwa umlozi, ingabi nammi.+

  • ISityhilelo 18:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Yadanduluka ngelizwi+ elinamandla, isithi: “Iwile! IBhabhiloni Enkulu iwile,+ yaba yindawo yokuhlala iidemon nendawo yokuncathama wonke umoya ongahlambulukanga+ nendawo yokuncathama zonke iintaka ezingahlambulukanga nezithiyekileyo!+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share