Obhadiya 16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kuba ngendlela nina enithe nasela ngayo entabeni yam engcwele, ziya kusela kwangayo rhoqo zonke iintlanga.+ Yaye ngokuqinisekileyo ziya kusela zize zibimbilize ngokungathi azizange zibekho. Zekariya 8:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 “Utsho uYehova ukuthi, ‘Ndiza kubuyela eZiyon+ ndize ndihlale phakathi kweYerusalem;+ yaye ngokuqinisekileyo iYerusalem iya kubizwa ngokuba sisixeko senyaniso,+ nentaba kaYehova+ wemikhosi ngokuba yintaba engcwele.’”+
16 Kuba ngendlela nina enithe nasela ngayo entabeni yam engcwele, ziya kusela kwangayo rhoqo zonke iintlanga.+ Yaye ngokuqinisekileyo ziya kusela zize zibimbilize ngokungathi azizange zibekho.
3 “Utsho uYehova ukuthi, ‘Ndiza kubuyela eZiyon+ ndize ndihlale phakathi kweYerusalem;+ yaye ngokuqinisekileyo iYerusalem iya kubizwa ngokuba sisixeko senyaniso,+ nentaba kaYehova+ wemikhosi ngokuba yintaba engcwele.’”+