Duteronomi 28:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Uya kutyala izidiliya uzisebenze, kodwa akuyi kusela wayini yaye akuyi kuvuna nto,+ ngokuba ziya kudliwa ngumbungu.+ Isaya 24:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Iwayini entsha izilile, umdiliya ubunile,+ bonke abo bebenentliziyo echulumancileyo bayancwina.+ Hoseya 9:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Isanda nesixovulelo sewayini azibondli,+ newayini enencasa ingqineka imdanisa.+
39 Uya kutyala izidiliya uzisebenze, kodwa akuyi kusela wayini yaye akuyi kuvuna nto,+ ngokuba ziya kudliwa ngumbungu.+