IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 10:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Zawugubungela wonke umphezulu womhlaba,+ laba mnyama ilizwe;+ zabudla zabugqiba bonke utyani belizwe neziqhamo zonke zemithi ezazishiywe sisichotho;+ akwasala nanye into eluhlaza emithini nakutyani basendle ezweni lonke laseYiputa.+

  • Duteronomi 28:38
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 38 “Uya kuphuma nembewu eninzi uye entsimini, kodwa sibe sincinane isivuno,+ ngokuba siya kuqwengwa ziinkumbi.+

  • Amosi 4:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 “‘Ndanibetha ngembalela nesihumba.+ Imiyezo yenu nezidiliya zenu zanda, kodwa imikhiwane yenu neminquma yenu yadliwa ngumbungu;+ ukanti anibuyelanga kum,’+ utsho uYehova.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share