1 Samuweli 7:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngoko aqokelelana ndawonye eMizpa, akha amanzi aza awaphalaza phambi koYehova azila nokutya ngaloo mini.+ Yaye athi apho: “Sonile kuYehova.”+ Waza uSamuweli waba ngumgwebi+ woonyana bakaSirayeli eMizpa. 2 Kronike 20:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Woyika+ uYehoshafati wazimisela ukuba afune uYehova.+ Ngoko wabhengeza ukuba kuzilwe ukutya+ nguye wonke uYuda.
6 Ngoko aqokelelana ndawonye eMizpa, akha amanzi aza awaphalaza phambi koYehova azila nokutya ngaloo mini.+ Yaye athi apho: “Sonile kuYehova.”+ Waza uSamuweli waba ngumgwebi+ woonyana bakaSirayeli eMizpa.
3 Woyika+ uYehoshafati wazimisela ukuba afune uYehova.+ Ngoko wabhengeza ukuba kuzilwe ukutya+ nguye wonke uYuda.