IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • ABagwebi 20:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Bonke oonyana bakaSirayeli,+ kwanabo bonke abantu, benyuka baya eBheteli baza balila+ yaye bahlala apho phambi koYehova, bazila ukutya+ ngaloo mini de kwangokuhlwa, banikela iminikelo etshiswayo+ neminikelo yobudlelane+ phambi koYehova.

  • Yoweli 1:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Ngcwalisani ixesha lokuzila ukutya.+ Bizelani ndawonye indibano engcwele.+ Hlanganisani ndawonye amadoda amakhulu, bonke abemi belizwe, endlwini kaYehova uThixo wenu,+ kuze kukhalelwe uncedo kuYehova.+

  • Yoweli 2:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 “Ke kaloku,” utsho uYehova, “buyelani kum ngeentliziyo zenu zonke,+ nangokuzila ukutya+ nangokulila nangokwenza isijwili.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share