Duteronomi 29:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 abantwana benu, abafazi benu,+ nomphambukeli+ ophakathi kwenkampu yakho, kususela kotheza iinkuni zakho kuse kokha amanzi akho,+ Duteronomi 31:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Uze ubahlanganise abantu,+ amadoda nabafazi nabantwana nomphambukeli wakho osemasangweni akho, ukuze baphulaphule nokuze bafunde,+ bamoyike uYehova uThixo wenu,+ bakunyamekele ukuwenza onke amazwi alo mthetho. 2 Kronike 20:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngalo lonke elo xesha bonke abakwaYuda babemi phambi kukaYehova,+ kwanabantwana,+ nabafazi babo noonyana babo.
11 abantwana benu, abafazi benu,+ nomphambukeli+ ophakathi kwenkampu yakho, kususela kotheza iinkuni zakho kuse kokha amanzi akho,+
12 Uze ubahlanganise abantu,+ amadoda nabafazi nabantwana nomphambukeli wakho osemasangweni akho, ukuze baphulaphule nokuze bafunde,+ bamoyike uYehova uThixo wenu,+ bakunyamekele ukuwenza onke amazwi alo mthetho.
13 Ngalo lonke elo xesha bonke abakwaYuda babemi phambi kukaYehova,+ kwanabantwana,+ nabafazi babo noonyana babo.