Isaya 34:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yaye ababuleweyo bazo baya kuphoswa phandle; ke zona izidumbu zazo, ukunuka kwazo kakubi kuya kunyuka;+ neentaba ziya kunyibilika ngenxa yegazi labo.+
3 Yaye ababuleweyo bazo baya kuphoswa phandle; ke zona izidumbu zazo, ukunuka kwazo kakubi kuya kunyuka;+ neentaba ziya kunyibilika ngenxa yegazi labo.+