-
Yoweli 2:20INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
20 Nowasemntla+ ndiya kumshenxisela kude kuni, okunene ndiya kumsasazela kwilizwe elingenamanzi nenkangala ephanzileyo, ubuso bakhe businge kulwandle lwasempuma+ nomhlana wakhe usinge kulwandle lwasentshona.+ Ngokuqinisekileyo ukunuka kwakhe kakubi kuya kunyuka, nevumba lakhe elibi liya kunyuka;+ kuba Yena okunene uya kwenza into enkulu koko akwenzayo.’
-