1 Kumkani 22:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Eminye ke imicimbi kaAhabhi nako konke awakwenzayo nendlu yophondo lwendlovu+ awayakhayo nazo zonke izixeko awazakhayo, akubhalwanga na encwadini yemicimbi+ yemihla yookumkani bakwaSirayeli?
39 Eminye ke imicimbi kaAhabhi nako konke awakwenzayo nendlu yophondo lwendlovu+ awayakhayo nazo zonke izixeko awazakhayo, akubhalwanga na encwadini yemicimbi+ yemihla yookumkani bakwaSirayeli?