2 Kronike 28:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Noko ke, ngexesha lokubandezeleka kwakhe, wenza ngokungathembeki ngakumbi kuYehova, oko kukuthi, uKumkani uAhazi.+ Yeremiya 3:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kwaye emva kokwenza kwakhe zonke ezi zinto ndamana ndisithi ufanele abuyele kwakum, kodwa akazange abuye;+ noYuda wakhangela kudade wabo oliqhophololo.+ Yeremiya 5:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Owu Yehova, amehlo akho akakho ekuthembekeni na?+ Ubabethile,+ kodwa abakhange bagule.+ Ubatshabalalisile.+ Balile ukwamkela uqeqesho.+ Babenze balukhuni ubuso babo kunengxondorha.+ Balile ukubuya.+
22 Noko ke, ngexesha lokubandezeleka kwakhe, wenza ngokungathembeki ngakumbi kuYehova, oko kukuthi, uKumkani uAhazi.+
7 Kwaye emva kokwenza kwakhe zonke ezi zinto ndamana ndisithi ufanele abuyele kwakum, kodwa akazange abuye;+ noYuda wakhangela kudade wabo oliqhophololo.+
3 Owu Yehova, amehlo akho akakho ekuthembekeni na?+ Ubabethile,+ kodwa abakhange bagule.+ Ubatshabalalisile.+ Balile ukwamkela uqeqesho.+ Babenze balukhuni ubuso babo kunengxondorha.+ Balile ukubuya.+