2 Kumkani 17:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kwathi ngenxa yokuba oonyana bakaSirayeli babemonile+ uYehova uThixo wabo, owabakhupha ezweni laseYiputa phantsi kwesandla sikaFaro ukumkani waseYiputa,+ baza baqalisa ukoyika abanye oothixo;+
7 Kwathi ngenxa yokuba oonyana bakaSirayeli babemonile+ uYehova uThixo wabo, owabakhupha ezweni laseYiputa phantsi kwesandla sikaFaro ukumkani waseYiputa,+ baza baqalisa ukoyika abanye oothixo;+