Duteronomi 15:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Ukuba omnye wabazalwana bakho uthe wahlwempuzeka kwesinye sezixeko zakho, ezweni lakho akunika lona uYehova uThixo wakho, uze ungayenzi lukhuni intliziyo yakho okanye ube ligqolo ngakumzalwana wakho ohlwempuzekileyo.+ Isaya 29:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 abo bangenisa umntu esonweni ngelizwi lakhe,+ nabo bathiyela kwanalowo wohlwayayo esangweni,+ nabo basunduza ilungisa ngeengxoxo ezilambathayo.+ Hezekile 22:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Bathabathe isinyobo kuwe ngenjongo yokuphalaza igazi.+ Uthabathe inzala+ waza wabiza inzuzo enkulu,+ yaye ngogonyamelo uzenzela inzuzo+ kumaqabane akho ngokuqhatha,+ kwaye mna undilibele,’+ itsho iNkosi enguMongami uYehova. Amosi 2:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Balangazelela uthuli lomhlaba kwintloko yabantu abasweleyo;+ nendlela yabantu abalulamileyo bayayijika;+ umntu noyise baye kwintombi enye,+ ngenjongo yokuhlambela igama lam elingcwele.+ Yakobi 2:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Nina ke, nimhlazisile umntu olihlwempu. Izityebi ziyanicinezela,+ yaye zinirhuqela phambi kweenkundla zomthetho,+ akunjalo?
7 “Ukuba omnye wabazalwana bakho uthe wahlwempuzeka kwesinye sezixeko zakho, ezweni lakho akunika lona uYehova uThixo wakho, uze ungayenzi lukhuni intliziyo yakho okanye ube ligqolo ngakumzalwana wakho ohlwempuzekileyo.+
21 abo bangenisa umntu esonweni ngelizwi lakhe,+ nabo bathiyela kwanalowo wohlwayayo esangweni,+ nabo basunduza ilungisa ngeengxoxo ezilambathayo.+
12 Bathabathe isinyobo kuwe ngenjongo yokuphalaza igazi.+ Uthabathe inzala+ waza wabiza inzuzo enkulu,+ yaye ngogonyamelo uzenzela inzuzo+ kumaqabane akho ngokuqhatha,+ kwaye mna undilibele,’+ itsho iNkosi enguMongami uYehova.
7 Balangazelela uthuli lomhlaba kwintloko yabantu abasweleyo;+ nendlela yabantu abalulamileyo bayayijika;+ umntu noyise baye kwintombi enye,+ ngenjongo yokuhlambela igama lam elingcwele.+
6 Nina ke, nimhlazisile umntu olihlwempu. Izityebi ziyanicinezela,+ yaye zinirhuqela phambi kweenkundla zomthetho,+ akunjalo?