2 Kumkani 25:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Yaye wayitshisa indlu kaYehova+ nendlu kakumkani+ nazo zonke izindlu zaseYerusalem;+ nezindlu zawo onke amadoda abalaseleyo wazitshisa ngomlilo.+ Amosi 3:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ndiza kuxabela indlu yasebusika+ ukongezelela kwindlu yasehlotyeni.’+ “‘Nezindlu zeempondo zeendlovu kuya kufuneka zitshabalale,+ kwaye kuya kufuneka ziphele nezindlu ezininzi,’+ utsho uYehova.”
9 Yaye wayitshisa indlu kaYehova+ nendlu kakumkani+ nazo zonke izindlu zaseYerusalem;+ nezindlu zawo onke amadoda abalaseleyo wazitshisa ngomlilo.+
15 Ndiza kuxabela indlu yasebusika+ ukongezelela kwindlu yasehlotyeni.’+ “‘Nezindlu zeempondo zeendlovu kuya kufuneka zitshabalale,+ kwaye kuya kufuneka ziphele nezindlu ezininzi,’+ utsho uYehova.”