Yeremiya 11:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ngoko ke utsho uYehova nxamnye nabantu baseAnatoti+ abafuna umphefumlo wakho, besithi: “Umele ungaprofeti egameni likaYehova,+ ukuze ungafi ngesandla sethu”; Amosi 7:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kodwa eBheteli ungabi saprofeta ngokubhekele phaya,+ kuba yingcwele kakumkani leyo+ kwaye yindlu yobukumkani.”
21 Ngoko ke utsho uYehova nxamnye nabantu baseAnatoti+ abafuna umphefumlo wakho, besithi: “Umele ungaprofeti egameni likaYehova,+ ukuze ungafi ngesandla sethu”;
13 Kodwa eBheteli ungabi saprofeta ngokubhekele phaya,+ kuba yingcwele kakumkani leyo+ kwaye yindlu yobukumkani.”