Amosi 2:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “‘Kodwa nanika amaNaziri iwayini ukuba asele,+ nabaprofeti nababekela umyalelo, nisithi: “Nize ningaprofeti.”+ IZenzo 4:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Noko ke, ukuze ungasasazeki ngokubanzi ngokubhekele phaya phakathi kwabantu, masibaxelele ngezisongelo ukuba bangathethi kwakhona ngeli gama kuye nawuphi na umntu konke konke.”+ IZenzo 5:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 waza wathi: “Saniyalela ngokucacileyo+ ukuba ningafundisi ngeli gama, ukanti, khangelani! niyizalisile iYerusalem ngemfundiso yenu,+ yaye nizimisele ukuzisa igazi+ lalo mntu phezu kwethu.”
12 “‘Kodwa nanika amaNaziri iwayini ukuba asele,+ nabaprofeti nababekela umyalelo, nisithi: “Nize ningaprofeti.”+
17 Noko ke, ukuze ungasasazeki ngokubanzi ngokubhekele phaya phakathi kwabantu, masibaxelele ngezisongelo ukuba bangathethi kwakhona ngeli gama kuye nawuphi na umntu konke konke.”+
28 waza wathi: “Saniyalela ngokucacileyo+ ukuba ningafundisi ngeli gama, ukanti, khangelani! niyizalisile iYerusalem ngemfundiso yenu,+ yaye nizimisele ukuzisa igazi+ lalo mntu phezu kwethu.”