Levitikus 25:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 “‘Xa athe umzalwana wakho wahlwempuzeka ekunye nawe waza wazithengisa kuwe,+ uze ungamsebenzisi njengekhobokha.+ Amosi 2:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “Utsho uYehova ukuthi, ‘Ngenxa yokuvukela kathathu kukaSirayeli,+ nangenxa yokuba kukane, andiyi kukubuyisa oku, ngenxa yokuthengisa kwabo ilungisa ngesilivere, nehlwempu ngexabiso leembadada ezimbini.+
39 “‘Xa athe umzalwana wakho wahlwempuzeka ekunye nawe waza wazithengisa kuwe,+ uze ungamsebenzisi njengekhobokha.+
6 “Utsho uYehova ukuthi, ‘Ngenxa yokuvukela kathathu kukaSirayeli,+ nangenxa yokuba kukane, andiyi kukubuyisa oku, ngenxa yokuthengisa kwabo ilungisa ngesilivere, nehlwempu ngexabiso leembadada ezimbini.+