IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 23:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 “Uze ungasigqwethi isigwebo sehlwempu ukuba lithe lanembambano nomnye.+

  • Hezekile 22:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Bathabathe isinyobo kuwe ngenjongo yokuphalaza igazi.+ Uthabathe inzala+ waza wabiza inzuzo enkulu,+ yaye ngogonyamelo uzenzela inzuzo+ kumaqabane akho ngokuqhatha,+ kwaye mna undilibele,’+ itsho iNkosi enguMongami uYehova.

  • Yoweli 3:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Zenza amaqashiso ngabantu bam;+ zazinikela ngomntwana oyinkwenkwe ngenxa kanongogo,+ nomntwana oyintombazana zamthengisa ngenxa yewayini, ukuze zisele.

  • Amosi 5:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ngoko ke, ngenxa yokuba nitsala irhafu yomhlaba kosweleyo, nithabatha nonikelo lokudla okuziinkozo kuye;+ nakhe izindlu zamatye aqingqiweyo,+ kodwa aniyi kuqhubeka nihlala kuzo; nityale nezidiliya ezinqwenelekayo, kodwa aniyi kuqhubeka nisela wayini kuzo.+

  • Amosi 8:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 ukuze sithenge abantu abasweleyo ngesilivere nehlwempu ngexabiso leembadada ezimbini, nokuze sithengise umdlungu nje wokudla okuziinkozo?’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share